Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 12 - Mzansi Stories

Tuesday, November 17

Mahlatse Ramatseba

Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 12

Insert 12
'
Ndiye ndambamba ndakhwaza OoSaneze
Odwa:"Ndiacela ungayibizi ambulance inah nantsi iphone ufonele inumber ebhalwe doctor" Wawavala amehlo
Me:"Vuka! Odwa vuka no! Aunokwaz undshiya cry emoticon i lose you too " Beza OoSaneze
Saneze:"Hah kwenzeke ntoni"
Mpumie:"Masimseni emotwen yam" We carried him to the car sahamba ndiye ndafownela uSamkelo ndamxelela wathi uyeza... We arrived at hospital sambamba samsa ngaphakathi Oodoctor basekhewulela bamthatha kuthi mna ndiye ndabalandela bamfaka kwenye iroom nxa ndizo ngena nam
Doctor:"No wait a couple of hours" Ogqiba wangena yna
Saneze:"Buya mntase"
Me:"Andzukwaz ingaba ngobani aba bandfuna ntoni nah cry emoticon "
Saneze:"Sukhala kangaka uzoba right umntu wakho"
Dieke:"Thula sisi noba zienemmies zakhe" Bebend'thuthuzela... Salinda kuye kwafika uSamkelo enxaphile
Samkelo:"Uphi uOdwa"
Baye bamphendula OoSaneze kuye kwaphuma uDoctor klaroom ndashukuma saya kuye
Me:"Is he fine now"
Doctor:"Yeah that guy is strong, ofcourse he is fine but his still sleeping so we suggest we let him rest for a couple of hours neh"
Samkelo:"I want to see him now"
Doctor:"3minnuts only"
Me:"Nam ndfuna ungena"
Doctor:"Ok noytwo qha bendcela umntu oyifamily nalobhuti ulapha andilandele" USamkelo uye wamlandela ndangena babe sebephuma abagqirha cry emoticon ebelele umntu wam ndiavuya kuba esaphefumla ndiye ndambamba isandla
Me:"Noba nguban lo wenza lento kum" uye wavula amehlo
Odwa:"Eish bendthe ungandizisi apha wna marn"
Me:"Ouh ndilibele sthandwa sam ustrong wna ndiakuthanda besendithi uyandishiya nawe"
Odwa:"But if ezikaka zingazondi'gqibezela apha ungathini coz le ndawo ayikho safe"
Me:"Ngoban bona"
Odwa:"Heyi andkazazi kodw apha ndizithole khona ncncnc" Kuye kwangena uSamkelo
Samkelo:"Hey uvukile kant"
Odwa:"Yeah andkho weak nawe uyandaz morc and ngeku ngcono ukba awubafonelanga Ootaima wna"
Samkelo:"Ha,a andkaba foneli"
Odwa:"Ohh sose ubayeka ndiright ngok"
Samkelo:"Ngobani ezibhari zekwenze lewei"
Odwa:"Andazi ntwana"
Kuye kwangena uLoyiso noKwesta
Kwesta:"Haibo mjita wasehossie kodw ubukeka ugrand"
Odwa:"... My phone rang ibingu Raspho ndayibamba ndiye ndaphuma klaroom...
Me:"Hah ndiphantse ndomelwa yintlizio chomy ktheni unqabe kangaka"
Raspho:"Andinqanga tuu kesana unjani"
Me:"Yho andizazi Raspho ukba kwenzeka ntoni ngam ndisuke ndanamashwa"
Raspho:"Kwenzeka ntoni chomar"
Me:"uOdwa udutyulwe ndisesbhedlele kungok"
Raspho:"Woawh unjani yna ngok"
Me:"Uright ngok unjani wna chomy"
Raspho:"Ndiright chomy kanene zange ndkuxelele ukba utatam bambulala"
Me:"Obani ngok"
Raspho:"Ndzozokbona chomy ndkubalisele uzova wna velenje undnike idirections"
Me:"Caba unemoto nah"
Raspho:"Ewe kalok yile ibiyeka tata so ndiyolelwe ngayo mna"
Me:"Ok"
Raspho:"Yho ha,a thina sinamashwa chomy ikhona lento isifunayo"
Me:"Ha,a ngusathana noba ufuna ntoni nah kuthi"
Raspho:"Yho andnoyazi chomy"
Me:"Ok ndzokuxelela nxa usiza ke idirections"
Raspho:"Ha,a marn Minnie masivele sidibane kwaS1"
Me:"Ok ke chomza yhu andingxame kunini ndikukhumbula"
Raspho:"Ngxamu'ngxame chomza uyazi sidibana nyani ke"
Me:"Tshin ndinyanisile sobuya sibonane ke"
Raspho:"Sure" She hung up ndaya koSaneze
Dieke:"Yho uyayincokola into efonini"
Saneze:"Siyahamba Kemntaks thina ngoba umntu wakho kucacile uphilile"
Yeah days went by noOdwa sephumile esbhedlele mna bendisiya kwaOdwa bekufriday and bekufuneka ndiyo dibana noRaspho ndiye ndamxelele ukba ndiyeza sobonana ngo5pm ndizoqala kwaOdwa ndafika kukhona uSamkelo neChommie yakhe endlini uOdwa ebesemsebenzin so ndahlala noSamkelo nalechomy yakhe ibinguPhumelele sabukela iTV wabe esela iVodka uSamkelo
Samkelo:"Aufuni usela wna"
Me:"Ha,a"
Samkelo:"Come on aufuni uzifudumeza"
Me:"Ok ungagalela kodw not kakhul"
Samkelo:"Yeah funeka uzonwabise"
Uye wagalela wandnika ndasela
Phumelele:"Uzozibethisa ngoTar'Odzy wna"
Me:"Mna?"
Phumelele:"Ha,a ndixela le inguSamkelo"
Me:"Mhm"
Samkelo:"Soze uziselele morc"
Phumelele:"Unyanzelwe nguwe kalok" Ndiye ndafonela uRaspho ndamxelela ukba sodiba kwaSpur ebevuya... Ndabashiya oOsamkelo ndathi ndzophinda ndbuye ndahamba ndafika ndamlinda ndabe ndizthengela into etyiwayo ndatya uye wafika after 30minnuts sendidikiwe ebemhle ingathi ngumntu onemali ngok uRaspho
Raspho:"Hey yhu ausemhle ingathi awuxakekanga chomy"
Me:"Tjoe enkos nawe umhle marn usebenza'phi"
Raspho:"Khaubuye marn khesiyo ncokola emotwen yam" Ndiye ndamlandela mhm ibintle imoto yalentokazi sangena Heh! URaspho wastart sahamba
Me:"Haibo siyaphi kengok"
Raspho:"Uzobona chomy" Siye sahamba safika komnye umzi omhle omkhulu she parked her car egarage
Me:"Woawh ujola nomntu onemali morc" Khange andihoye uye wavala igarage wabuya sekhupha isbhamu kwibag yakhe unsure emoticon
Raspho:"Phuma!" gasp emoticon uRaspho ukhomba mna ngesibhamu
Me:"Haibo chomy ndikwenze ntoni"
Raspho:"Mxm wenza ingathi awuyazi dammit! Utatam lanja yakho imbulele"
Me:"Eyiphi inja yam ngok"
Raspho:"Khauyeke ube undibuza imibuzo sfebendin ucinga laOdwa wakho uyakuthanda Ha ha! Ouh shame angalala nam kanti uyakthanda" cry emoticonuRaspho ebephuma inyembezi ehleka ndimbona unomsindo

Loading...
Subscribe to this Blog via Email :