Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 16 - Mzansi Stories

Tuesday, November 17

Mahlatse Ramatseba

Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 16

Insert 16
'
Saider:"Don't babygirl sendfikile"
Me:"Ouh gosh ufuna ntoni nah"
Odwa:"YeSaider yinton oyifuna klomntana yeh!?!(Angry)"
Saider:"(He laughed) Masihambe Minentle ungekafi sesdenge" Ebendbamba ingalo iworse uOdwa uskhombe ngegun cry emoticon
Odwa:"Eh Minnie uzovuma nawe uhamba nomntu ongamazio and if uhambe ukhona ozofa kuthi" cry emoticon
Bendixakiwe cause uOdwa uyeke nokhomba mna ukhombe uSaider... NoSaider uphethe eyakhe
Me:"Eish ndiyeke Sandile" Bendimjonge emazantsi ndabe ndiserious
Saider:"Argh! Entle andzuvuma esisbhanxa sikuxhaphaze( cry emoticon wandiqinisa ingalo uSaider ejonge kuOdwa)" Yeeer Bendnomsindo kanjan uOdwa uye wehla kancinci nakancinci kwizteps esiza kuthi ebezihleki'hlekisa enomsindo bendimbona ibingase akhale..
uSaider ebebuya umva nam cry emoticon
Odwa:"YeSaider ndiabona usisishumane mfethu but ndiakcela sushumanekela kuMinentle vah"
Saider:"Ha ha... Uzokwenzani"
Odwa:"Yemarn!. Ufunani namfethu manintsi amacherry yinton oyifuna klomntana(Angry)"
Saider:"Ndzomnika uthando nerespect.. leh ungakwazio umnika yona"
Me:"Mxm Ndcela niyekane nam nxanidibene akhonomnye endimfunayo kuni ndcela nohlukane nam andfuni uthandana namagintsa uqala ngok so plz ndiyeke Saider"
Odwa:"Minentle uthini!?!"
Me:"Undvile xeim" uOdwa uye wasthoba isbhamu
Odwa:"Ndiakucela Minnie ungand'lahli. ndiyazazi ukba ndizenzile imistakes ndcela undnike ilast chance cry emoticon (sad) "
Me:"No I can not agree any more ndixolele bhuti" Saider giggled mxm ndamjonga'nje
Odwa:"Oyhini Minnie awunokwazi undenza lento" ibingase ndingamjongi uOdwa lendlela ebendicenga ngayo eish> cry emoticon
Saider:"Kuthen ungamxeleli ukba makaye klacherry yakhe ebehleli nayo wink emoticon"
Odwa:"Jonga mfethu sundinyela"
Me:"Bye bye Odwa andizu lunga ubayi punch bag yakho. Khangela abanondindwa bakho uzobenza into yakho yogymer" Ndiye ndajika ndahamba oko ethe ncaa kum uSaider frown emoticon sahamba soytwo saphuma ngegate sadibana noSamkelo
Samkelo:"Whoa... Kwenzeka ntoni ngok? (Shocked)"
Me:"Ngubhuti wakho undenza igubu lakhe bye ke Samkelo wink emoticon "
Samkelo:"Eh ha,a nguban kengok lechap (pointing to Saider) unsure emoticon "
Saider:"Non of ur business man"
Samkelo:"Mxm uyayithetha ikaka"
Ogqiba wandbamba uSaider wandfaka emotwen yakhe wavala icango wayongena then he drove
Me:"Ndiathemba ukba undisa ekhaya" Bendiqumbile ngumsindo
Saider:"Yeah ndkusa khona... Ndvele ndayiqonda after ndimkile lakaka izozidalela apha kuwe kodwa suwara bae he wll pay" Ndakhe ndamjonga keloSaider ebsweni ebeserious no no! USaider uyabonakala ukba ukhohlakele
Me:"Hlukana nondbiza ngobaby wakho wna kwaye soze sithandane"
Saider:"Ha ha.. Ok ke Minentle"...
'
Saye sayofika ekhaya bekungekho'nto ingako... Weeks went by izikolo bezisezovulwa uOdwa ndamblocker kwiSocial networks zam wade wancama nondifownela cause ndiyayidropper or ndimthuke uSaneze ebengayithandi lonto... USaider ebendenza ndilibale ngo-Odwa lendlela ebendonwabisa ngayo this day bendsekhaya bendihleli noSaneze,Dieke,Mpumie,Lihle besincokola ngento yebraai bebesithi OoSaneze bamenyiwe kuyo. uAyanda ulitshiza ke iworse bekufriday mayb ebesetarven
Dieke:"Yhu andidikwanga zizinto zebraai neparty kemna oloxesha"
Me:"Ufana'nje nam wna Dieke"
Neze:"Yehenibooh! Ningakhe nisenzele lonto thina sinifuna pha"
Lihle:"Kanene lamfana kaDieke uzobe'pha naye coz ngochomy bakhe abaya"
Dieke:"Mxm lowo andfuni nombona"
Mpumie:"Haibo kwenzeka ntoni chomy"
Dieke:"Yewena awazinto wna ngalamfana Mnk! Wanditya ndaphelelwa libhongo" We all laughed
Neze:"Ha ha.. Uqhelene nesex njena chomar kwakuthen zekube'buhlungu"
Dieke:"Yewethu lamntu wayeqhunyiwe enestress sokuba mna ndiyamjolela and uphethe kelapha ngaphantsi tjoe ndavuka ndamxelela ekuseni ukba ayinguye yedwa ojingisayo"
Lihle:"Whoaw chomy ithini into kaMinnie noOdzyyy wink emoticon "
Neze:"Mxxxm loh unguEntle umathe uyeyikile lacharmmer"Yho abayikhuza!> gasp emoticon
Dieke:"Hawuuu! Minnie chomy"
Me:"Yinton?"
Mpumie:"Yhu! Umathile girl ubafanba utshele klandoda"
Neze:"Iworse guys anqabile amadoda afana no-Odwa"
Yhu ndamjamela uSaneze angathin uthetha kanjeya kodwa ndambalisela indaba yam naye... Mxm oko bendngxolela ngalento yolahla uOdwa kwade kwalate bagoduka indim noSaneze besilungisana kuba sizoya kwibraai mhm besibahle kiss emoticon baye bafika Oompumie saphuma saya kubo coz bebezengemoto sakhwela kwimoto kampumie sahamba safika klebraai saya kwichair camp sasela bekumnandi kugcwele mna bendingabazi ababhuti bendingafuni nobazi
Guy1:"Mhm ndiaqala ubona lowa umhle ingathi ndim" This guy was pointing at me unsure emoticon
Saneze:"Ngowase khaya kesani"
Guy1:"Mhm uyababa qha ingathi akafuni uqhelwa usisi wakhona"
Mxm my phone rang ibingu Saider ndiye ndasukuma ndahamba ndaya ngakwitoilet coz bekungxola pha... Nxa ndizoyibeka endlebeni yaxhu'tshulwa ngomnye umntu bend'ngamboni kakuhle coz bekumnyama uye wanditsalela etoilet cry emoticon yho ndakhala ndikhwaza uSaneze
Me:"Ah! Saneze!.. cry emoticon "
Him:"Heyi! Shhhh" Wandvala umlomo ngesandla ndade ndangena bekumnyama gasp emoticon ngaphathi bendkhohlela coz bekuqhuma intsango cry emoticonbekukho nabanye bamncedisa bandkhulula cry emoticon
Him:"Heyi Futsek! Ndzok'hlala ufeh if wakhala apha" gasp emoticon cry emoticon

Loading...
Subscribe to this Blog via Email :