Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 5 - Mzansi Stories

Tuesday, November 17

Mahlatse Ramatseba

Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 5

Insert 5
'
uOdwa uye washukuma
Me:"Odwa nguban kengok lo"
Girl:"Ndiyi...cherry yakhe awundiva ukba ndithi utya indodam"
Tar'Odzy:"Zanele ungaling undiphambanel ndcela uphume"
Me:"Haibo umgxotha njani eyicherry yakho"
Tar'Odzy:"Baby ndohlukene nalomntana andmazi ufuna ntoni"
Zanele:"Oh ngok ubundilahla... Ubundilahla kuba ubona lomarhosha"
Tar'Odzy:"Heyi heyi Zanele phuma [Ebemphusha] Andkwazi ufuna ntoni kum amadoda emaninzi suu"
Zanele:"Kodwa Odwa ndisakthanda mna"
Tar'Odzy:"Zanele hlukana nam marn"
Zanele:"Ok ndiyeke ndizozi phumele" Watsho ephuma uOdwa wamlandela nam ndashukuma ndayomkroba ebevala icango lasefront uOdwa wagqiba weza kleroom inam
Me:"Ndiathemba ukba anohluka'niswanga ndim frown emoticon "
Tar'Odzy:"Nope mxxm sube uzihlupha ngalowa... Qha mna nawe masizo'nwabise smile emoticon [ He pulled me up and kissed me]"
Me:"Namhlanje ucinga ubheka ngaphi" uye wandiyeka ndama ecaleni kwakhe i was brushing his chest
Tar'Odzy:"Namhlanje soyothenga impahla zakho nezinye izinto ozidingao and ke ibruh yam inebraai zizokhipha grin emoticon "
Me:"Yho kuzobamnandi kuni morc"
Tar'Odzy:"Nakuwe baby"
Me:"Andiyi njena mna"
Tar'Odzy:"Tshin uyavuya uzohamba ufuna ndbengathi ndisisi'shumane pha kodw ndinemedie entswempu su"
Me:"[I cleared my throat] Mhhm hazba nguban lomedie intswempu" He kissed me and squeezed my ass wink emoticon
Tar'Odzy:"Kusezo bamnandi baby kuthi soytwo"
Me:"Ok mandiyo hlamba sizohamba"
Tar'Odzy:"Sure laplastic ephezkwe bed inempahla zakho netowels neteeths brush ndzobe ndikwenzela sumthing to eat vah" He bit his lower lip I winkedkiss emoticon
ndahamba ndayothathi shower ndathambisa ndayothatha laplastic mhhm bezintle ibiyi High waist neWhite-leather jacket nevest emhlophe neBoots wedges eziblack mhhm bendimhle uyakwaz undikhethela uOdwa ndakama inwele zam then i brushed my teeths ndahamba ndaya ekitchen mxxm ebenze icorn flakes satya no-Odwa wam kiss emoticon sagqiba sakhwela kwiMercendes benz sahamba mhhm ebencokola ke uTar'Odzy sayofika emall besizi ngena zonke ke ezashops endikhethisa yhu iplastics bezinintsi zine mpahla zam ndedwa siye sayotya kwaspur
Tar'Odzy:"Bhabha"
Me:"UMhhmm?"
Tar'Odzy:"Funeka uyokwenza intloko kengok"
Me:"Nyaniii?"
Tar'Odzy:"Yeah izofakala ethandwa nguwe kodw ungafaki eziwei zicheap plz"
Me:"Yho enkosi Odwa andazi ukba ndingathini zange ndonwaba lomhlobo" Intliziyo yam ibicinga ingxaki zayo ngok [Sekunjenje yintlupheko yam nobunkedama bam, ngok ndiwoywa ligintsa]
Tar'Odzy:"Baby kuthen ingath awonwabanga nje ngok"
Bendi laqalaqaza ndingafun andbone ukba ikhona into ebendiyi cinga endikhatha zileo
'
Me:"Hayi wethu akhonto its just nje isisu sam ingath sibuhlungu kodw hayi ngok siyela uba right" I lied
Tar'Odzy:"Ok ke mabhebeza masihamba uyokwenza lentloko"
Me:"Andizu fakela mna ndzoyihlamba qha nawe uyayibona intloko yam inenwele ezinde"
Tar'Odzy:"Yeah ingathi zezomlungu"
Me:"Yhoo ungade undibasele"
Siye sahamba safika esalon ndayihlamba intloko yam ndiye ndacinga ukwenza istraight-up ndasenza mhhm besindi'hlala siye sagqiba sahamba sabuyela endlini sifike kukho omnye ubhuti ebekule age 18/19 su ebese front
Tar'Odzy:"Exe ntwana ubuyile ngok"
Guy:"Yeah heyi ubhuti uyandiborra pha mmhm uphethe ubeyonce ngok"
Tar'Odzy:"Sindi'qhela kwedini ebushumane bakho buyaku hlanyisa"
Guy:"Girl mna ndngu Samkelo yibrother yam umjita wakho"
Me:"Ohh mna ndingu Minentle"
Tar'Odzy:"Sapha baby ndiyoku bekela ibags" I nodded then wazithatha he kissed my foreheard ndashiyeka noSamkelo efront
Samkelo:"Uhmm ndiyavuya ukwazi Minentle"
Me:"Okay" Ndiye ndahlala esofeni ndajonga KwiTV
Samkelo:"Kengok uzohlala apha"
Me:"Mhm Ewe"
Samkelo:"Okay ungawarie girl mna ndingumntu ogrend ungathetha nantoni na"
Me:"Sure" Siye sahlala on silent sajonga kwiTV ndiye ndashukuma ndaya kuTar'Odzy eroomin yakhe ebecofa ilap'top phezkwe bed
'
Tar'Odzy:"Hey awuzitshintsha ne"
Me:"Nope"
Tar'Odzy:"Ok bhabha come" Uye wabeka iLap-top ecaleni wanditsala ngengala ndangena phakathi kwamathanga akhe
Me:"Ohh uSamkelo uzohlala apha naye"
Tar'Odzy:"Yeah kudala ehlala apha"
Me:"Okay" My phone rang ibingu Rapho
'
Me:"Ndcela ume kancinc Odwa i have to answere this" uye wavuma ndaphuma I answered
'
Me:"Hello"
Raspho:"Uthi nyello ntoni ntombi ndini uphi"
Me:"Ndkwa Odwa chomy"
Raspho:"Hayi suxoka"
Me:"Nyani ketana kalok labitch ingu Vusi ibifuna uzidalela apha kum andavuma"
Raspho:"Yho chomza ndithe nqaa endibuza kangaka uVusi ngomntu othandana nawe kemna bendi valekile"
Me:"Mxm hazba ebebuziswa yinton"
Raspho:"Subuya sincokole kechomar"
Me:"Sure mntaks" She dropped ndaphindela ku-Odwa eroomin
Tar'Odzy:"Ude uphume baby"
Me:"Hayi ibingu Raspho lo"
Tar'Odzy:"Mhhm caba niyavana nalamntana"
Me:"Yhu kakhul sana"
Tar'Odzy:"Andimthandi ncam uyageza marn lamntana"
Me:"Ufane awamthanda ndzohlala ndivana naye"
Tar'Odzy:"Mxxm yazi silibele uthenga iphone baby"
Me:"Uthengela bani"
Tar'Odzy:"Wena kalok" gasp emoticon yhu andothuk√§√§√§ kuvele kwakhala igun downstairs waphuma ngobaleka uOdwa ndamlandela sahla ngestairs gasp emoticonhaibo! ibingu Vusi ebehamba nabanye Oobhuti bephethe iguns efront uSamkelo ebekhala bamdubule emlenzeni

Loading...
Subscribe to this Blog via Email :