Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 7 - Mzansi Stories

Tuesday, November 17

Mahlatse Ramatseba

Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 7

Insert 7
'
uOdwa wasukuma wandileqa wandibamba ngengalo
Tar'Odzy:"Baby ndcela umeh sithethe"
Me:"Odwa ndiyeke marn andfuni phinda ndphathwe nguwe. Undenza isbhanxa morc umane usithi uyandithanda kodwa uyandiqhatha"
Tar'Odzy:"Nguwe nje Minnie obangele lento" Mxm ndavele ndamfaka impama ndamshiya emile ndaphuma ndakhwela itaxi ndambona edlula kletaxi ngemoto yakhe bendnomsindo cry emoticon ndafika ndohlika wabe sefika naye sadibana egatin wamisa waphuma weza kum
Tar'Odzy:"Oyhini Minnie baby"
Me:"Odwa sohlukene and ndiyahamba kwakho namhlanje uzotsho uzise abanongqiza bakho"
Tar'Odzy:"Ohh you blame me kodwa uyayazi ukba uyandvimba"
Bekukho omnye umama ohamba nomntu ongubhuti kwabe kukho lemoto iyiWhite-fortune ngase gatin. babe bephuma endlini noSamkelo beza kuthi sajongana no-Odwa ndaphinda ndajonga kubo
Samkelo:"Nguye kelo" He pointed at me unsure emoticon lomama weza kum she hugged me wakhala then wandiyeka
Woman:"Yhu mntaka'Sisi nxa umhle kangaka unjani sisi?"
Me:"Ndiright unjani wna"
Woman:"Ndinwabee mntanam ndiavuya ukbona [She was crying] ndakugqibela usemncinci kalok nanku utata omncinci wakho" Wakhomba lobhuti
Me:"Hayi yithi uyaxoka mama"
Tar'Odzy:"Samkelo Kwenzeka ntoni apha"
Woman:"Hayi bhuti ndingu dabs wakhe lona ngutata omncinci wakhe" Hayi bendingayi kholelwa lento ithethwa ngulo mama
Me:"Uphi utata nomama kengok"
La-Bhuti:"Bafumana ingozi yemoto utatakho nomamakho"
Tears rolled down my cheeks cry emoticon lomama uthi ungudabs wandosula ngetissue
Dabs:"Thula Minentle katatakhe, uyalazi elogama ukba wawuli thiywa nguban[I shook my heard] Ngutatakho lonto niyafana"
Tamnci:"Wayeku thanda utatakho girl qha wasuke wasweleka kweza esaskhohlakali singu Makazi wakho sakuxutha kuthi"
Me:"Niyamazi phofu ukba uswelekile"
Dabs:"Ewe sasiva esosifihlo"
Me:"Nina nihlalaphi kengok"
Dabs:"eVillersdorp"
Me:"Kengok nizondibona okanye..."
Tamnci:"Sizoku thatha kalok Minentle elona khaya lakho leliya not apha" UTar'Odzy wazihleki'hlekisa
Dabs:"Sixolele nontombi asinatyala oyenamntu unetyala ngumakazi wakho lo ebengafuni noba sisondele kuwe sikunike uthando esinalo ngawe"
Me:"Ukba beneyazi ndlela leh ndikhule ngao cry emoticon bendivuka ekuseni ndicleane itarven yonke ndihlambe nempahla yonki'nto cry emoticon " Dabs hugged me
Dabs:"Thula Minentle sikhona ngok and sizokwenzela yonke into oyindingayo"
Tar'Odzy:"After isifihlo kengok benisithi utya ntoni apho akhoyo or uphethwe njani"
Tamnci:"Uhmm mfondini into yesifihlo sisando yiva"
Dabs:"Nguwe oye wamgcina morc (Tar'Odzy nodded) Siyabulela ke mhlambe ikhona into esizokwenzela yona for umgcina adeh anxibe elihlobo ingathi uyasebenza"
Tamnci:"Lonto besisithi sizofika enempahla ezikrazukileo"
Tar'Odzy:"Hayi Akho-need yoba nide nindenzele into"
Samkelo:"So uyahamba namhlanje"
Dabs:"Ewe neh Minentle?" I nodded uOdwa wandijonga
Tamnci:"Masihambe ngok ngoba abantwana bakowenu banethemba loba sizokufumana"
Me:"Ok ndilindeni ndiyeza" Ndahamba ndaya endlini uOdwa wandilandela ndanyuka ngestairs ndangena eroomin ndabe ndikhangela iID's zam namanye aphepha neReports kwidrowars wangen uOdwa
'
Tar'Odzy:"Minentle thethba undiqumbele kengok"
Me:"Ewe ndisakuqumbele"
Tar'Odzy:"Haibo bae ndcela undixolele torho" Oshame bendonwabe ndivele ndancuma ngenxa yolonwabo ndamsizela uTar'Odzy
Me:"Ndikuxolele sthandwa sam kodwa ke uyazi uba soze uphinde"
Tar'Odzy:"Yes enkosi bae" Weza kum wandiphakamisa wandijikelezisa then kissed me wandibeka
'
Tar'Odzy:"Ndcela unganqabi kebae uzumane uzolala noba yiveki kwelicala"
Me:"Soze tshin"
Tar'Odzy:"Mhm wna bhabha awukwazi uzulisa tuu phof kwabanye abantu. uvumele'ntoni uhamba kwanamhlanje"
Me:"Tshin Odwa ndingathin uzulisela ifamily yam"
Tar'Odzy:"Ingathi ndiyaphupha Minnie. Uyandishiya hayi andiyiqondi lento"
Me:"Kofuneka uyiqonde ke sthandwa sam"
Tar'Odzy:"Ungahambi nazo zonke impahla zakho kwazi nxa uze ngapha ubenayo into yotshintsha"
Me:"Yhuu andinode ndimke nazo zonke ingabe ndifuna usindisa lamoto yababantu"
Ndiye ndaparkisha wandicedisa uOdwa Oshame bendimbona akayi thandi tuu lento siye sagqiba sahamba sadibana noKwesta noMvulile noThemba bebengena endlini
Themba:"Haibo uyahamba umakoti waklomzi ngok"
Me:"Injalo bhuti"
Mvisto:"Kuthen ingath utata walomzi akayiginyi ncam lento"
Tar'Odzy:"Uyaphambana wna"
They laughed saphuma weza kum uDabs wandiphatisa iSuit case
Dabs:"Yho ziyasinda nezibag caba uyathenga hayi-le nqala umkhwenyana umkhwenyana"
Me:"Kuyanyanza kalok" grin emoticon
Siye sazifaka klamoto yabo bangena kebona ndama no-Odwa ecaleni kwemoto
Tar'Odzy:"Minentle i'll miss you and sendibethelwa luvalo ngok ingath awuzuphinda ubuye"
Me:"Oshame ndzomane ndizoku bona suwara" He pulled back then he kissed me then ndayongena emotwen
'
uOdwa ebacaphuka nangona ebengatsho ebebomvu ebusweni and zange ndambona enjeya umntu wam cry emoticon akhokthini ndiyamshiya ethanda engathandi but into endiyazio uzotakisa nakanjan namhlanje ngoba ndiyamazi uzofuna ukhuphela istress klamacherry afebela kuwo and ke uOdwa sumtimes bendikhe ndiyijonge iphone yakhe ndifumanise kwiMesseges Oobabe ndisehotel khawuleza qha ndenza ingat-

Loading...
Subscribe to this Blog via Email :