Insert 33
Siye salala nomntu wam. Ndavuka kemna in the middle of night saturday xa ndisithi Aibo! akekho uLufefe ebed(in) ndajonga ixesha efownin ibingu half1 ndavuka ndaya ewardrope(in) ndanxiba iShirt kaLufefe ndangcambaza uyovula ucango ndaphuma bekumnyama ndalighter iphone ndehla ngestairs ndakhwaza twice andaphendulwa kucaca uba ndihleli ndedwa klendlu ndicinga noba uphi uMagaba nkosi yam. Ndiye ndaya efront ndalighter iglobes bendsoyika yer ndafownela uLufefe it rang for a long time wayibamba sendincama
Lufefe*Hello baby#
Wabe ekhefuzela ndabe ndisiva negun-shoots
Me*Ndiyoyika marn Uphi#
Lufefe*Ohh soree baby ndsespani#
Me*Aibo kuthen ungatshongo kengok uveske undishiye ndedwa. Uphi yena uMagaba#
Lufefe*Umke izolo ndzobuya ndkubalisele ndbusy ngok#
Me*Eh! Ingathi andizuyithanda kelento usuke undishiye ezinzulwin zobusuku ndedwa what if kufike umntu apha ndindedwa andidubulale izono zakho kephof#
Lufefe*Ha,a baby suwara ndikhiyile nje akhomntu uzongena apho usafe ndcela ulalegrand sharp#
Yoh ndava into ethi*Hey! Luh mfethu shesha sheshaaa sefikile ubraOdzy uziphethe ezawei# caba uthetha noLufefe waphendula wathi uLufefe*Kengok nimelentoni shoot! That bustard marn! nithathe ezacase# Kwabe kuphinda kukhala igun-shoots sh!t yasuke yaphela iAirtime ndisamamele Eh ingaba kwenzeka ntoni whoaw ingase ndithi vuleka mhlaba ndingene ndikhe ndiyobona lento yenzeka kulendawo inoLufefe ndiye ndaya ekitchen coz bendilambile ndavula ifridge uhmm ndathatha ama'apile ayitwo ndawatya ndabuyela eroomin ndangqengqa ndacinga(Inzima lento yam ndishiywe nanguSaneze ngok ingabe ndzofundiswa yinton next year if ndipasile ngoba uAyanda eyakhe imali iyitya namankazana akhe and iyandidika lento yam yokuxhomekeka emntwini and andizazi ndisuke ndathini ndivele ndangumntu ongathi unento yonke kodw ndiyihasi ndayeka nolala ndilila andizazi marn ndisuke ndangumntu ongenasizi indenzile lento yokubulawa kwabantu phambi kwam nokukhula ngaphandle kothando lomzali kodw ke nguYesu oyaziyo uba uyenzela ntoni lento mna kuzofuneka ndifocus(se) eskolwen ngok ndohlukane nobayicherry yomjaivo. obu bubomi bam kuzofuneka ndibuhoye ngokwam coz uYesu unceda ozikhatheleleyo) caba ndiye ndalala ngoba ndivuswe yingxolo kaLufefe noNdura noDisco ndaqonda mandenze ingathi ndisalele ndabamamela
Ndura:"Ha,a Luh mfethu ndiyancama esiskolie ayifi tuu ngok iseHossie"
Lufefe:"Nina niweak weak! Marn esisbhanxa ngekudala sifile if ibindim"
Disco:"Hai bra suxoka ubungeno thatha niks kuletsotsi kuyacaca uba igqirha layo letsotsi listrong."
Lufefe:"Mxm kuzomela niyoyigqibela majita. Yinton nanina ninyabile marn"
Ndura:"Tjoe sarn uyamthanda lomntana and ingathi izosokolisa nathi lento yenu"
Disco:"Uyambona nawe uba lomntana unjani. ingathi ngowa Overseas ufanele umjita kusixakekisa so"
Lufefe:"Voetsek marn wna"
Disco:"Ha ha Aibo Luh ntwanas ndiyancoma nje"
Lufefe:"Ayingowethu kalok ngowam ndedwa so uzonconywa ndim ndedwa"
Ndura:"Ha ha hayi masiyibethe skhokho"
Lufefe:"Sure. lewei nenze sure uba u12pm uzobetha seniyi'fadalisile lewei morc"
Disco:"Moja"
Caba baye baphuma coz ndive kuvaleka icango wandvusa uLufefe
Me:"Mhh?"Ndavuka ndamjonga wabe ebala imali
Lufefe:"Thatha" Ebendinika imali
Me:"Ndiyithini engaka"
Lufefe:"Uzothenga into oshota ngayo" Eh! Andiyithandi kelento kaLufefe yoba andinike imali ingathi ngok ndilirhosha or ndenza isex naye kuba ndfuna andiphe imali
kodw ke kuyanyanza ndiyithathe ngoba andinamali
Lufefe:"Uqumbela ntoni ngok baby"
Me:"Andiqumbanga qha andiyithandi lento yoba undinike imali ingath ngok eish andazi"
Lufefe:"Ha,a Minnie please suyicinga lonto lemali ndikupha kuba ndikuthanda and ke andizuva ngawe uzoyithatha lemali ungaphindi uthethe lonto xa ndkupha imali"
Me:"Oh ok. Uthi uphi uMagaba ndisuke ndamkhumbula nje?"
Lufefe:"Oh umke izolo but ke uthe ndingafaki omnye umntu kulendawo yakhe uthi uzothumela intombi yakhe apha ingenele klendawo ebeyisebenzel"
Me:"Ok akufani kodw ke ndizikhumdulela uMagaba marn xa esithi"Ntombindini yehake Mfazindiii...ni"Ha ha tjoe yandchaza lamama"
Lufefe:"Ha ha yeah nhe" Eh wase wandjonga uLufefe
Me:"Ngawthi ndiyohlamba"
Ndiye ndasukuma lol Lufefe kissed my cheek ndayohlamba ebathroom ndamshiya ebala imali pha yoh unayo imali lamntu ndiye ndahlamba ngetowel zikaLufefe ndagqiba ndayonxiba impahla zam eroomin
Lufefe:"Minnie baby ndcela uyopheka ndilambile kanjan"
Me:"Eh! uyaqhela ngok . Ngoku ndandisafika ke apha wawupheka ngokwakho"
Lufefe:"Hai kalok wawusafika ngok wawungekazinto"
ndaya downstairs ndashiya uLufefe ebusy yilento yale mali yakhe ndaya ekitchen ndenza inoodles wethu bendsonqena upheka coz bendfuna into ekhawlezileyo bekukho lomntu ungenayo efront qha andawoya
"Caba uzixelela sana! Uba uzoyitshela lendoda" Ndajika ndajonga lomntu ibinguNande uphethe ibags
Me:"Haibo! ithini nalento. U-u-uzothini apha"
Nande:"Mxm yazi uyandidika mntanandini yinton le icasba ingako uyifuna kuLufefe. Yinton lento uzimisele entweni embi ungumntana!?! Khona bathi uphi abazali bakho elixesha?!"
Monday, December 14
Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 33
Loading...
Loading...
Post a Comment