Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 35 - Mzansi Stories

Wednesday, December 16

Wizzy

Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 35

Loading...

Insert 35
Ndiye ndaphuma endlini ndalandela uSaneze xa ezokhwela emotwen wandilinda ndafika ngakuye
Neze:"Ufuna ntoni ngok?!"
Me:"Ok ke ndiyicingile lento. Ndcela undise ehossi"
Neze:"Yuh uyasokolisa marn. Yabona ngok utye ixesha phof masihambe ndzozama ukhawlezisa"
Me:"Yeyakho lemoto"
Neze:"Ha,a yeka Disco"
ndiye ndayongena then she drove khange sincokole endleleni siye safika esbhedlele sohlika
Neze:"Nakanjan Yimoto kaNdura kelena. noba sebefikile kodw ke ndzokushiya ngoba andfuni ubonwa nguDisco apha. Unayo imali yozigodusa"
Me:"Yoh andnayo ndiyilibele kwaLufefe"
Neze:"Ina ke thatha"
Uye wandnika iR350 wakhwela then she sped off the car xa ndijika ndiyongena ngaphakathi ndabona uSamkelo esohlika emotwen weza kum ndamlinda
Samkelo:"Hey wasilahla nangok" He hugged me
Me:"Kalok ndalahlwa ngubhuti wakho"
Samkelo:"Kengok walahla nam klento yenu"
Me:"Haiwethu ikhona into endiyinxameleo ketana masingene"
Samkelo:"Haibo nawe uze kuTar Odzy" I nodded "Oh masiye"
Siye sangena ke... Babe bephuma uNdura noDisco tjoe bandijonga kakubi kanjan uSamkelo ndiyabona akabazi coz khange abahoye
Samkelo:"Haibo uyazana nalamajita"
Me:"Awaphi?"
Samkelo:"La asondo dlula ngakuthi" Ebesitsho OoNdura
Me:"Ohh hayi utshuba?"
Samkelo:"Ndbona lento nijongana kangak"
Me:"Ohh hayi andibazi ndibajonga kuba bendjonga"
Samkelo:"Wona noba ayakwaz nakanjan"
uSamkelo uye wathetha nomnye uNurse pha sayongena klaroom kwabe kukho uXolela(iBig bro kaOdwa) yabe incokola no-Odwa yoh akothuka uOdwa kwasongena mna wandijonga
Odzy:"Uhmm Samkelo kwedini uncedile uze naye" Yoh uOdwa ebendijonge kakhul
Xolela:"Heeeh! Mntanandin umenzen umntwakwethu wavuya kangak" Bendimcaphukela uXolela kalok ngulo ungazange amnqande umamakhe wabe ethethelela lantombi yayimithi umntana kaOdwa bendihlanganyela
Me:"Haikengok Odwa uthethe nobhuti andehle. Yhini ndisando ngena nje sendidibana nesgezo"
Xolela:"Whoa ixolo ke sweetie"
Me:"Mxm"
Odzy:"Khawuzondi hugger baby yuh kunini ndkukhumbula yeka ezish!t zikunyelayo kwesisbhedlele" I hugged him then kissed my cheek
Samkelo:"Haike masinishiye mfethu"
Me:"Haibo usandofika wena ngeku hamba ubhuti wakho yedwa coz sifike elapha yena"
Odzy:"Hayi bayeke baby bahambe ndfuna uhlala nawe wedwa mna"
Xolela:"Hayi Dubula ntwana thetha nemedie yakho uba ndicela uxolo masihambe wena Bullet"
Me:"Eh nguban uDubula ngok ibenguban uBullet"
Odzy:"Sumhoya lona baby uyabhuda"
Xolela:"Ha ha usalizonda nangok eligama kodw likufanele ngoba usiskolie esidala"
Me:"Ohh nguOdwa uDubula"
Xolela:"Yeah kelena intwana ngubullet" He was brushing Samkelo's heard
Samkelo:"Yabonake bhuti. Ingathi asizuvana"
Odzy:"Ndcela nide nihambe majita"uOdwa ebedikwe!
Me:"Hehake Odwa sude ubagxothe kanje abanye"
Xolela:"Yey! Minnie nguDubula lowo ungambizi ngo-Odwa uyamgezisa"
Me:"Ohh nguDubula wena ude uziphe eliphi igama"
Xolela:"Hai elam nguXolela liphelele apho"
Samkelo:"Sure ke siyanishiya ngok"
Baye baphuma
Odzy:"Mxm ulihlanya kanjan uXolela"
Me:"Lonto ingath nguwe omdala kunaye"
Odzy:"Ingxaki andizitshayi eziwei bazitshayayo mna"
Me:"Ok yinton ebangela ubelapha ehossie"He looked me"Haibo ndiyathetha"
Odzy:"Ohh marn khawume ngaleyonto. Wena wohlukene nalamjita ubunaye"
Me:"uLufefe"he nodded"hai asikohlukani"
Odzy:"Mhk uyakonwabisa lamjita"
Me:"Yeah but ke uyayaz morc nawe zikhona ichallenges kwirelationship nakanjan"
Odzy:"Ohh wena ndikwaz ungakwaz umelana nazo nje ezochallenges kengok wenza njani klomjita"
Me:"Kalok ndiyakhula ngok so ndiyayaz ngok nomatter wht kuyanyanza ngoba kuthwa ekunyamezelen ukhona umvuzo"
Odzy:"Mna wavele wandilahla nje lula kanjalo phof ngento ongekho sure ngayo ukba ubuyazi mna andilali ubusuku nemini ngenxa lomjita kukhona izinto azifunayo apha kum qha uzifuna ngawe and sezifumene ngok noba uzokulahla ngoba lakaka ayikuthandi qha ipunisher mna ngoba iyayaz uba ndiyakuthanda! Minentle ndigcwele ngawe kodw lendlela wenza ngayo yenza ndideleleke kwezintwana coz zinamabhongo okuthi zijola nemedie kaDubula!"
Me:"No marn! Suxoka uLufefe uyandthanda ukodlula wna futh undihloniphile wena! Uyakwaz nondikhomba ngegun kodw uphinde uclaim uthando and mamela! Odwa wena wandityisa iAbortion pill kodwa wandibulalela usanalwam Odwaaa! just imagine ezapain ndandikuzo Odwa!" I was crying ebengafuni undijonga uOdwa wajonga ecaleni bendimbona unomsindo i'm ebephuma inyembezi ngok ajonge ecaleni
Odzy:"Minentle lento ndiyenziswe ngumsindo and ULufefe ebengazumhoya lomntana ndiyayaz lonto ndcela undibelieve uba lomjita akakuthandi qha yena utyekisa mna"
Me:"Yemarn! Ndingakuthemba njani kodw wandityisa iAbortion pill usithi yiPainblock. Yazi ndiyazi sola ngokuza apha into oyenzayo ondongezela istress wena nx!"
Kuye kwavuleka icango kwangena uLufefe noDisco noNdura ndisalila ndazosula speed
Lufefe:"Kweqhubeka ntoni apha" Wabe enyanye ebusweni
Me:"Ndiziswe nguSaneze nam apha bendngafuni ukuza apha"
Lufefe:"Yey! Ndibhalwe bubhanxa! apha ebusweni bam?"He was Angry
Me:"Hayi"
Lufefe:"So ke thetha inyani uyeke undixelela ububhanxa nx!"


Loading...
Subscribe to this Blog via Email :