Insert 36
.
Ibindoyikisa kelendoda inguLufefe the way ebenomsindo ngayo. his eyes were unfamiliar and no-Odwa ebebonakala uba uyamoyika uLuh
.
Me:"Lufefe lomntu wandiceda and ndisaphila ngenxa yakhe so kufanele ndizombona, andithandani nalomntu qha bendizombona ndcela uyeke ube uzistressa"
.
Lufefe:"Oh funeka ndincume xa undibhanxa. Minentle akhonto ndingayaziyo ondifihlela yona wena. lomntu wakho ubulele umntanam wena uyaphinda uzombona. unjani mntanandin huh! Uyayisebenzisa ingqondo mhh?. Ndizama unceda wena apha ngoba ngenye imini izofuna ubulala wena lekaka yomntu and mandiyeke uphendulana nawe yevah"
.
Lufefe looked straight on my eye ndajonga ecaleni
.
Odzy cleared his throat
Odzy:"Lufefe bro ok andizuphinda ndikuhluphe ndiyaxolisa ngobulala ingcosi yakho mfethu. Yeah kudala ndizama ukunohlukanisa but kucacile uba ndiyadlala jah ndiyavuma bendimthanda uMinnie kodw ke akandi deserve. I'm done with this ndcela undixolele Minentle ngento endiyenzileyo nawe bro"
.
Lufefe:"Mxm noba ucinga ndivalekile nhe?. Minentle hamba!"
.
Me:"Lufef..-"
.
Lufefe:"Heyi! Ndithe hamba nx. Ndura mfethu yise uMinnie kwam lena sodealer nayo noDisco"
.
Ndura:"Okay sure"
.
Me:"Lufefe ndcela ungenzi into embi apha torho"
.
Lufefe:"Utsho uba ufuna ndikukhabe ngoba ndithe hamba"
.
Yoh mnk! Ndiye ndaphuma bendngafuni ube ndixabana noLufefe ndiyamthanda kakhul kodw kuzofuneka ndiyeke umqhelisela coz uzondixhaphaza qha ndiye ndazixelela uba mandibe ndimyeka okwa namhlanje. Siye saphuma esbhedlele noNdura sakhwela kwimoto kaLufefe. Ndura drove
.
Me:"Bazokhwela ntoni OoLufefe"
.
Ndura:"Ikhona itransi kaDisco pha"
.
Me:"Ohh khange ndiyibone. Ndcela undigoduse Ndura marn"
.
UNdura uye wandjonga
Ndura:"Andzukwazi coz lomjita uthe ndikuse kwakhe"
.
Me:"Hayike ngok mna ndfuna ubhala ihomeworks zam and oko bendiphayana izolo"
.
Ndura:"Uzozenzela pha ihomeworks coz yonke into yakho ipha kwaLuh"
.
Me:"Intoni? Ziye nabani pha" (Confused)
.
Ndura:"Eish ndcela uyeke undibuza girl uzobuza kumntu wakho"
.
Eh hayi mayb uyaxoka lo. Siye safika kwaLufefe saphuma emotwen kwabe sekufika enye imoto yama egatin kohlika uLufefe uNdura waya kuyo ndama ndalinda uLufefe waqale wathetha noNdura then uNdura wangena klamoto yahamba uLufefe weza kum wandidlula eyongena endlini
.
Me:"Lufefe yinyani lento ndiyivayo"
.
ULufefe uye wajika wandijonga
.
Lufefe:"Eyiphi?"
.
Me:"UNdura uthi izinto zam zilapha"
.
Lufefe:"Yeah uzohlalapha coz ibags zakho ndijulwe ngazo nguAyanda esithi akazuyimela lento yakho yohlalanje utye imali yakhe ngoba abayithumeli imali abantu bakowenu phof khawungene siyixoxe apha ngaphakathi lento yakho"
.
Mxm bendingayi'believe lento ithethwa nguLufefe into bendiyifuna kubona ibags zam then ndizobane sure uba ndigxothiwe siye sangena noLufefe kwabe kukho uNande efront ehleli ecouchin esitya Pilchard neRice uye wasijonga
.
Lufefe:"Uhmm uphekile"
.
Nande:"Ewe kalok ngumsebenzi wam nje lowo and uMagaba uthi wena uthanda irice so nam ke ndiqondile uba ndipheke yona"
.
Lufefe:"Okay"
.
Nande:"Ndikuphakele"
.
Lufefe:"Hayi ndigrand mna"
.
Uye wajonga kum uNande ngeshorrie
Nande:"Wena sisi ndikuphakele"
.
Me:"Uxela mna"
.
Nande:"Ewe chin wena ukhona omnye umntu ongusisi ombonayo apha endlini ngaphandle kwakho"
.
Yazi bendingekho ready for lento kaNande bendfuna ukwazi lento yenziwe nguAyanda
Me:"Nope ndihluthi nam"
.
Nande:"Mxm okay"
.
ULufefe ebesendishiyile pha efront eye eroomin yakhe ndiye ndanyuka nam ukuya eroomin yakhe ndangena Eh! Nyani nazi ibags zam apha phezkwe (bed) neschool bag nencwadi zam khange ndibe ndibuza I decided to call uAyanda He answered after a while
.
Ayanda*Hello!#
.
Me*Hehe Ayanda ithini nalento ndabona ibags zam komnye umzi#
.
Ayanda*Voetsek marn! Wena andfuni phindi ndikubone apha ekhaya vah. Nx! Ningamahule gqithi sendimxelele notata'Omkhulu ngalento yenu and kwayena akanangxaki futsekha ndingaphindi ndikubone apha ekhaya#
he dropped the call ndashiyeka intloko yam idizzy yilento ndisando yivah klephone
inyembezi zazehlela (Ouh nkosi ubumnandi bam buphelile) zange ndayilindela kelento uLufefe uye wandihugger
.
Me:"Hayi Lufefe how can uAyanda andenze lento" I said that tears rolling down
.
Lufefe:"Minentle i'm here for you and zizinto ezincane uwoya wena"
.
Me:"Hai Lufefe andiyithandi lento yoba ndiwoywe nguwe mna kuzomela ndizame icebo ngekhe"
Ndiye ndamsusa kum
.
Lufefe:"Haibo Minentle siyathandana fondini kuyanyeleka ndikuwoye xa udinga into baby"
.
Me:"Khawume ndifownele uSaneze"
.
Ndiye ndafownela uSaneze wayibamba
.
Neze*Hey mntase#
.
Me*Ndigxothiwe ngubhuti wakho kesisi kuzomela uzame icebo#
.
Neze*Hayi suxoka ukugxotheleni#
.
Me*Yile imxakileyo xa ndimbuza uthetha into engavakaliyo#
.
Neze*Yoh ha,a yinja uAyanda unedemon sozuve kalok. Thula mntaka'tata sendiyi'thengile indlu suxhala ndzozokuthatha uphi ngok#
.
Me*KwaLufefe#
.
Neze*Ok into yasesbhedlele iqhube njani kengok xa ulapho#
.
Me*Khawundi'mele wethu ngezozinto#
.
Neze*Tjoe! Ok kodw ke ndzokuthatha ngomso apho vah. ngoba kusafuneka ndithenge#
Sunday, December 20
Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 36
Loading...
Loading...
Post a Comment