Insert 37
.
Saneze hung up. ULufefe ebendijamele
Me:"Usuke wathini nha uAyanda. Lento esenza lento kum"
Lufefe:"Minnie baby ndicela ungazihluphi ngalento ka-Ayanda. Ndikhona mna ez'ba senditshilo ndzokwenzela yonke into oyindingayo because ndiyakuthanda girl"
Me:"Phofu ke andimsoli nganto ngoba kwasekuqaleni zange ndathandwa ngabantu basekhaya"
Tears rolled down my cheeks. Lufefe hugged me
Lufefe:"Andithandi ukubona unje yazi(Ndiye ndamjonga uLufefe wabe endosula inyembezi) yeka ezinyembez baby please. Yazi ikhona into endikuphathele yona"
Me:"What is it"He smiled
Lufefe:"Landela mna wena uzoyibona" He hold my arm wanditsala ndamlandela sadlula efront wabe uNande etshayela wothuka wasijonga
Nande:"Yeheniboh! Ndiyadikwa kemnake.xa kuzothi nditshayela kube kukho abantu abadakisayo emva kwam"
Lufefe:"Nande(Uye wazihleki'hlekisa uLufefe) ixolo marn" Saphuma safika ngakwigarage uLufefe wayivula sangena uhmm bezintle imoto bezipha
Lufefe:"Yeah nantsi itransi bendiyithenge kleveki iphelileyo ndcinga uba iright for wena or kanjan and amacherry athanda uqhuba eziwei?" He pointed Red'Polo'Viva
Ah can't believe ukba uyinika mna nyani lemoto lomntu
Me:"Kengok uzama ukuthi uyinika mna lemoto or?"
Lufefe:"Yeah yeyakho and yayibona incinci kamnandi for wena"
Me:"Ouh baby thanks!" I hugged and kissed him again and again kodwa kuyo yonke lonto bendingekho happy lomhlobo
Lufefe:"Ndzokubonisa ngomso uyidriver nhe?"
Me:"Tjoe ingase ndiyiqhube ngok. ingathi ndiyazibona sendiyiqhuba"
Lufefe:"Ha ha ingath ndiyakubona nam. kodw ke ungacharmmie ngalemoto kwezintwana otherwise"
Me:"Hayi kewenake uyayithanda imbeko"
Lufefe:"Baby andifuni udeleleka kulabantwana bageza kangaka"
Kuye kwama enye imoto egatin kwaphuma abanye Oobhuti abayitwo bangena eyardin sabajonga noLufefe
Guy1:"Ex bhuda yam"
Lufefe:"Nazi intwana zam. Zithini majimbosi"
Guy2:"Moja bro"
Lufefe:"Ohh nibekwa yinton apha"
Guy1:"Ei bhuda yam sizishaya ngophanda ipound klerhuzu work" Lufefe looked me then he cleared throat
Lufefe:"Ok majita. Minentle ndcela ube ufaka impahla zakho kwiwardrope"
Me:"Mmhk " Ndiye ndayongena endlini Eh! UNande ubusy apha ulungisa isofa ingathi yimaid yalapha ndiye ndamdlula'nje ndaya eroomin kaLufefe ndabeka impahla zam kakuhle nencwadi zam then ndangqengqa ebed(in) ndafunda incwadi zam ndakhe ndazixelela kesana. Kemnake ndingumntu obaserious xa eseskolwen once ndaphuma ngapha kwegate yeskolo andiphinde ndiziphathe incwadi coz ndingulomntu unobomi obungaphumliyo. Caba ndiye ndalala klabed ndivuswe nguLufefe bekusebusuku around 20h00
Lufefe:"Yazi oko ndikubukele apha baby ngok uleleyo"
Me:"Heeh undivuselani kengok"
Lufefe:"Lomntana uphekile pha. Yizotya"
Me:"Whoaw hazba kukutya okunjani oko"
Ndiye ndaphuma eroomin noLufefe saya ekitchen wabe ephaya uNande esitya sahlala around the table uNande wasinika ukutya wabe endijonge ebusweni uNande ngok andinika leplate ndaqonda soze nditye ukutya kwakhe kalok bahlala batya kebona bemane bendijonga and ibingathi awufiki loMonday azohamba loNande ngoba ingathi ungxamele undidika
Lufefe:"Kutheni Minnie baby awatya?"
Me:"Ndinaar man ingase nditye into enje ngeyoghurt"
Lufefe:"Ikhona efridgen"
Me:"Ok"
Nande:"Hehe ha,a zange ndaxakwa nkosi enofefe. Minentle ndcela uve itaste sisi kumnandi okukutya sisi kuzophelisa obunaar unabo. Uzoboqoka apha if ulibele kuziphakamisa kesisiza"
Me:"Hayikuba ndiyaziphakamisa Nande. Its just nje elivumba lalokutya litsho kakubi. Apha esifubeni"
Nande:"Ha ha yuh sundichaza mntanandini.ingathi ngewuzi'qhelisa kwangoku okukutya kwam ngoba usezophekelwa ndim"
Eh! Hayike ngok ithini nalento ayihambi kanti lesh!t monday ndiye ndajonga uLufefe ndaphinda ndajonga uNande
Me:"Uyahamba ntombazana monday kalok ayikho njalo nalento Lufefe?"
Lufefe:"Yima baby ndicacise lento bendizoku xelela ngomso but ke mandikuxelele ngok coz ijampile.okay lewei inje.lamntana kaMagaba simjikile kuba uNande edinga umsebenzi so ke uNande uzosose ebeyimaid yalapha"
zange ndayiva. umntu aqeshe isdala sakhe. ehlala necherry yakhe. lento yenzeka endlini eyiOne
Me:"Rhaaa Lufefe ayombadlo leyo. wena xa ucinga iright?. andzumelana nalentombazana mna ngoku uyibonayo uba ayinasimilo"
Nande:"Iyeah Ha ha ayisengo'msindonje yuh khawutsho uphinda sana lonto umhle xa unomsindo"
Yeeer! yazi ebendicaphukisa uNande. ndiye ndasukuma ndakhupha iyoghurt efridgen
Me:"Lufefe! Ndcela undilandele"
Ndiye ndanyuka ngestairs wandilandela uLufefe wabe ethetha nephone. Sangena eroomin. Lufefe went through to his drowars wakhupha igun wayifaka esinqeni
Lufefe:"Ndiyahamba mna ngok ndcela uthethe lento undibizela yona"
Me:"Uyaphi"
Lufefe:"Espani kalok"
Me:"Ohh hamba ke ndzoxelela ubuya kwakho"
Uye waphuma ekhawlezile. Ndiye ndatya iyoghurt yam ebed(in) ndalala..ndavuka nje ebusuku ndilambile.ndavuka ndaqonda ekitchen Eh! uNande wabe eguqe ngamadolo ecimele ezamisa amanzi amnyama asembizeni
Nande:"Lufefe Ungowam! Uzova ngam! Uthande mna!. uthixo unceda ozincedayo ijah kusemhlabeni apha abaleleyo bavuswa ngabahleliyo"
Tuesday, December 22
Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 37
Loading...
Loading...
Post a Comment