Insert 40
.
Ah uLufefe uvele wakhupha iphone yakhe after egqibo'kwenza olonyala lobulala umntana'bantu ngelahlobo, wayicofa then wayibeka endlebeni umane endijonga
Lufefe*Ex Ndura khawuze apha kum edladleni ngok,ngok bhuda'yam khawuleza#...He hung up ndajonga kuNande sies! yoh inesbindi lendoda rhaaa. Ndiye ndamshiya apho ndanyuka ngestairs ndayongena eroomin kaLufefe ndazibamba intloko ndazibuka kwi'mirror kodwa'ke uNande andimsizeli ncam.uLufefe uye wangena ndisazijongile espillin wasondela kum wandi'bamba'bamba and he kissed my neck ndajika ndamsusa kum ndamjonga
Lufefe:"Enhle Yinton ngawe ngok?"
Me:"Lufefe ubulele umntu kodw uActor ingathi akwenzekanga'nto"
Lufefe:"Mxm ubufuna ndithi enkosi kulamntana ngalento andenze yona huh?"
Me:"Hai kodw lendlela uyiyo. awunangxak ingath awukhathali eish andaz ukba mandithini"
Lufefe:"Oh wena ubufuna ndiphaphazele ndifane nemoffie enxiba ihigh heels. Jonga undijonge kakuhle mna andiyobharru"
Me:"Mxm"
iPhone kaLufefe iye yakhala ebefownelwa uye wayibamba waphuma eroomin ethetha nephone yoh bendngafuni mna uphindela downstairs ndiye ndakhwela ebed(in)... Ndiye ndeva abantu abangxolayo ndasukuma ndaphuma eroomin ndahla kancinci ngestairs ndama ndabajonga ibinguLufefe noNdura,Disco baye baphakamisa umzimba kaNande bebewu'fake eplastikin baphuma nawo ndabalandela soze ndishiyeke ndedwa kulandlu kalok uLufefe umane endijonga ngok ndisemva'kwabo ndibalandela. baye bawufaka ebootin yemoto lomzimba
Lufefe:"Baby siyahamba ngok"
Me:"Ok mna ndzoshiyeka nabani kanene"
Lufefe:"Haibo wedwa kalok baby"
Me:"Yoh soze ndikwazi iworse kusebusuku ngok Lufefe"
Ndura:"Hasuka suxoka kusekuseni ngok"
Me:"Nguban ixesha"
Ndura:"Half3am noko sekuza'bamhlophe and uNande akazukuporhela ngoba ndiyabona ucingana nezowei zofikelwa sisithunzela"
Me:"Mxm Lufefe shiyeka nam wena or mandihambe nani mna"
Lufefe:"Hayi andzukwazi mna baby"
Disco:"Makashiyeke noNdura lomntana"
Ndura:"If sihambe naye majita ikhona ingxaki apho"
Uye wazihleki'hlekisa uLufefe
Lufefe:"Uyaphambana wena. Shiyeka naye lomntana ndiyakucela skhokho"
Ndura:"Ok sure majita"
Baye bakhwela uDisco noLufefe bahamba sayongena endlini noNdura siye sacleaner lamanzi ebechithekile negazi lalentombi [Hey! Kodwa Nkosi yam ndizidibanisile nezinto and kuzofuneka ndizimele ngokwam ez'ba ebesetshilo uNande ukba uYesu unceda ozincedayo]siye sagqiba sekuyela ubamhlophe phandle sekuphuma nelanga uDisco noLufefe ababuyi. Ndiye ndahlamba ebathroom uNdura ebesefront ebukele iTV. ndagqiba ndathambisa and brushed my teeths and combed my weave then wore my black high-waist jean neStomach-out ndathwala iStraight-cap ndanxiba iAllstar-converse ndafaka lipstick ndamhle kalok uSaneze umntase ebethe uzozondi'thatha namhlanje kengok ndfuna afike kudala ndiready and andifuni kemna uhlala noLufefe the way akhohlakele ngakhona iyandoyikisa kungcono ndimane ndim'outela ndiphinde ndigoduke. Ndiye ndaya efront uNdura ebelele
Me:"Yewethu khawuvuke. Ndcela ufownele uLufefe umbuze ukba baphi ngok. Yebana kutheni kwabetha elixesha ababuya"
Ndura:"Eish bendsaphupha kamnandi kanjan. Ezizbhanxa zizobuya sungxama coz ikude lendawo baye kuyo. Ndayaz"
Me:"Heeh hayike ngok. Kanti ebengatshongo ukba bazobuya ngok ngok"
Ndura:"Hasuka ebeku bambekisa ebengafuni uqumbe"
Me:"Mxm caba ndiyathanda uqumba nhe"
Ndura:"(He shrugged)Khawuzame ikhetharing kalok"
Me:"Ok ndzopheka irice nenyama ke"
Ndura:"Thats right. Wenze neziwei zakhona zimnandi ufake konke ma'an i'm igcwele icupboard yalapha coz yey lomntu wakho uyatya straight"
Me:"Ungalingi uqhele umntu wam wena"
Ndura:"Peewu! Yathanda ubaserious kanjan. Khawuhambe uyopheka utsho ngobubi ingathi uyimfene yango1818 " undiqhela kakubi kodw kelo. Ndiye ndaya ekitchen ndapheka ndakhawlezisa ngoba lo unguNdura ebengxamile ndiye ndagqiba upheka ndaphaka ndaphakela naba bebehambile bangafikiyo. Hayike satya noNdura efront
Ndura:"Hmm upheka kamnandi"
Me:"(I faked a smile and said) Enkosi"
Ndura:"Ingase nditshintshe ndithathe wena uLufefe umjita ndimnike uDieketseng"
Me:"Ngoba?"
Ndura:"Yeer akakwazi upheka lamntana nangok sinemaid ngenxa yakhe coz akakwaz upheka. Mxelele ngokwenza icornflakes neOutse qha yena"
Me:"Tjoe kunzima morc kuye"
Ndura:"Yeah injalo"
Siye sancokola'ke nalobhuti unguNdura uLufefe noDisco abafiki... My phone rang ibinguSaneze I answered
Me*Hellow mntakza#
Neze*Hey sweetie ndisendleleni eza apho ingath ngewulungisa#
Me*Ahh haibo kwase kuseni apha#
Neze*Ewe wethu ndifuna uDisco afiki ndimkile apha ngoba ingathi ufuna undilawula ntombi#
Me*Oh ok ndzobona ngawe#
Neze*Mncwaah bye mntaks ndzobalapho kwangok#
She hung up. Tjoe ndabeka loplate apho ndaya eroomin kaLufefe ndaakhupha impahla zam ndaparkisha ndagqiba ndaphuma nazo eroomin ndehla ngestairs tjoe andothuka ndadibana noLufefe enyuka wama wandijonga nam ndama
Lufefe:"Haibo uyaphi?"
Me:"Ndiyahamba"
Lufefe:"Minentle ndiyabuza kalok ukba uyaphi?!"
Me:"Ndiyohlala noSaneze endlini yakhe"
Lufefe:"Mxm uphambene wena. USaneze uqale nini ubanendlu ngok?"
Me:"Eish khawume"
Wednesday, December 30
Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 40
Loading...
Loading...
Post a Comment