Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 41 - Mzansi Stories

Sunday, January 3

Wizzy

Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 41

Loading...

Insert 41
.
Ndithe xa ndisihla neziSuit case Lufefe hold my arm ndama ndamjonga 
Lufefe:"Minnie ndiyakuthanda andfuni uhambe sixabene apha and lento yenzeke apha yimistake"
Me:"Yimistake!. Lufefe ubulala umntu kuwe yimistake"
Lufefe:"Minentle! ndenziwe ngumsindo kodwa.. -" Ndiye ndamhewula 
Me:"Oh kucacile uba nam ndasokwenza umsindo uzondbulala"
Lufefe:"Soze ndenze lonto kuwe mna ndiyakuthanda "
Me:"Andiyboni mna lonto"
Lufefe:"Oh funeka ndenze ntoni uze undbone uba ndiyakuthanda "
Me:"ndfuna uyeke undivuyelela kuba usazi uba uyandohlula or undhloniphe"
Lufefe:"Ok ndiyakuva baby I'll try my best for ukonwabisa ngendlela ofuna ngayo wena"
Me:"Otherwise ukba waphinda wenza into ephambeneyo. hayi brul izibangu it's over even noba wenze into encinci"
He smiled then wanditsala ndasondela kuye he kissed me my phone rang I picked it up ibinguSaneze 
Me:"Yima ndiyeza sungxama"
Neze:"Yewena kunini ndilindile apha phandle ndide ndalamba"
Me:"Oh shame ndiyeza ngok ngok kemntase"
Neze:"Mxm"
She hung up
Lufefe:"Uzokwenza njani ngetsansi yakho ngoba wena awukakwazi udriver"
Me:"Mandiyithathe ukwazi kwam udriver"
Lufefe:"Mna bendicebisa ihlale kuwe nangok ungeka kwazi uqhuba"
Me:"Ok akho'ngxaki"
Lufefe:"Yeah mna ndzonilandela ngayo keep nhe "
Me:"Okay masihambe"
Siye sahamba sehla ngestairs sadlula efront kwabe kuhleli uNdura nomnye ubhuti endngamaziyo ndiye ndambulisa nje saphuma noLufefe saya ngapha kweyard emotwen kaSaneze waphuma uSaneze waphuma
Neze:"Molo sbalie "She pointed at Lufefe
Lufefe:"Yeah NeZz uright"
Neze:"Ndigrend wethu wena"
Lufefe:"Same"
Neze:"Ugqibele nini ubona uDisco"
Lufefe:"An hour ago kanti wena uhambe engekho"
Neze:"Yeah bemdngazo linda yena kalok asitshatanga kalok"
Lufefe:"Ohh akhongxaki phof"
Mna bendfaka ibags ebootin kodwa ndiye ndamjonga ngok abuza uSaneze lombuzo unsure emoticon .uSaneze uye wajonga phantsi then she cleared her throat Ndavala iboot then I interrupted them coz uSaneze bendimbona ukba uxakwe kuphendula 
Me:"Hey singahambani"
Neze:"Utsho ukba singahambani"
Lufefe:"Kalok lomntu unemoto what akakakwazi udriver yabo"
Neze:"Oh kalok makayishiye uzobuya ayithatha xa ekwazi"
Lufefe:"Mna bendfuna ihlale kuye"
Neze:"okay akhongxaki wena uzosilandela ngayo morc"
Lufefe:"Yeah "
Neze:"Okay masihambeni"
Siye sakhwela indim noSaneze salinda uLufefe wayongena endlini then waphuma waya egarage waphuma edriver lemoto yam smile emoticon sahamba Lufefe followed us ngalemoto Sade sayofika ngakulendlu inkulu yavuleka igate sangena
Me:"Mntase yilendlu?! yakho lena"
She nodded darm I can't believe that ukba yiyo nyani inkulu for uba ingade ibeyeka Saneze they parked the car's in the garage saphuma noLufefe waphuma
Lufefe:"Wow! NeZz hayi sbarrie uyakwaz uyisebenzisa ingqondo ndiyavuya umfazi wam enosisi onje ngawe"
Neze:"Ha hay... akhokuthini kuyanyanza ndiyisebenzise and ayincedi into yoba sihlalisane namadoda ngoba xa uhlalisana kuzofuneka ibhatele ngebhentse nawe uyayiqonda morc skhulu"
Lufefe:"Ha ha... eish wena NeZz. yeah ndiyakuva"
Neze:"Ha ha...injalo ke masingeneni "
Ndiye ndakhupha ibags ndabanika sayongena ngaphakathi endlini Wow! Ibinento yonke efront hayike siye sayizula ine seven room's yuh bendivuya nyani grin emoticon ndineroom yam nam ndiye ndaparkisha impahla zam kakuhle eroomin yam uLufefe wabe ehleli nam uSaneze ebeseroomin yakhe
Lufefe:"Ndcela undfounele xa kukhona into oyidingayo baby vah "
Me:"Ok"
Lufefe:"Yeah mandinishiye ingxaki ikhona iwei endiyileqayo yevah"
I nodded then he kissed me wandnika iikeys zemoto wahamba... heeh smile emoticonndiye ndaya eroomin kaSaneze ndafika ephana uSaneze elungisa impahla zakhe ewardrope(in) bendizibuza ukba imali yegroceries ukba soyifumanaphi coz kwayena uSaneze akasebenzi 
Me:"Hey ke sisters ithini into yemali yegrocery soyifumanaphi ngoba I'm sure ukba lemali ubunayo iphelele kulendlu"
Neze:"Don't worry ngalokho uOdwa undizame ngomsebenzi klacompany yakhe" squint emoticon
Me:"Ngumsebenzi onjani lowo" unsure emoticon
Neze:"Ndzobayi P. A "
Me:"Oh okay "
Neze:"Iclean iUniform yakho"
Me:"Hayi"
Neze:"Hambo zihlamba kalok ubuye wenze ihomeworks ukba unazo ndzobe ndipheka mna"
Hey ndenza njalo nam. 1 month later ngok izinto bezindihambela kakuhle bendkwazi nodriver ngok zange ndisokolise ndavele ndakwaz fast but bendingayidrive xa ndisiya eskolwen kodwa xa ndsiya kwenye indawo bendiyiqhuba. kodwa into bendfuna uyazi kukuba uSaneze uwufumene njani umsebenzi kuOdwa and uSaneze noDisco baye bohlukana ndingaz ukba bohlukaniswa yinton . kwafumaniseka ukba uAyanda uyaxoka andigxothwanga ekhaya and ke umakhulu ebesithi iyamkhathaza lento ka'Ayanda. Eskolwen besibhalela uJune ngok kodwa this day bekufriday besigqiba ubhala...siye saphuma iskolo ndahamba noYolanda ichommie sabe sijonge endlelen egodukayo save sincokola ezondaba zibandayo nechommie yam hayike uYolanda ndamxelela konke about uAyanda indodakhe but ke bekungacaci ukba yena ukwicala likabani bekukho lemoto ihamba ecaleni kwethu eyiJeep yama saqhubekeka nendlela nochommie bendsonqena nonyeka
Yolanda:"Chommie lobhuti uphuma kulamoto uza kuthi masimlinde" Ndabe sendisiva nale voice ifamiliar isithi"Minentle ndcela undilinde"ndanyeka gasp emoticonnguOdwa ndakhe ndama ndamlinda bendfuna ukuva ukba uzothini 
Tar'Odzy:"Hey niright girls "
Me:"Yeah siright wena unjani "
Tar'Odzy:"Ndimoja. oh Ndithe mandinganidluli'nje"
Me:"Khona uba ubusidlulile bekuzokwenzeka ntoni "
Yolanda pinched me 
Tar'Odzy:"Tjoe! yaphoxwa morc umntu apha nhe .hayi babygirl its just nje I missed you and bendcela undiphe inumber yakho coz USaneze akafuni tuu undnika lenumber uthi mmandizicelele apha kuwe "
Me:"Yuh sorry bhutiza andzukwazi ngoba mntuwam if angafumanisa ukba bendkunike inumber angethandi"
Tar'Odzy:"Minentle uvele waqonda ukba mawundikhuphe engqondwen yakho kodwa intliziyo yakho ayivumi"
Me:"Heeh hayi andiyazi kele uyithethayo mna and intliziyo yam ayicingi nocinga ngawe suziqhatha keOdwa okanye yilento wandinceda ucingba ndzohlala ndicinga ngawe huh?"
.
Guys I know it's short ndzozama ufaka enyi'insert late there's something went wrong ngok.


Loading...
Subscribe to this Blog via Email :