Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 43 - Mzansi Stories

Thursday, January 7

Wizzy

Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 43

Loading...

Insert 43

Sithe sisahleli abanye abantu bejaiva. Wasukuma uYolanda weza kum noSthera
Yolanda:"Bendcela ubhekele chommie ndichophe" Ebesitsho kum. Ndiye ndasusa ingalo kaSthera emagxeni wam ndabhekela kuye uYolanda wahlala phakathi kwethu. Hayike siye saqhubekeka sasela utywala bethu. My phone rang around 00h00 ibinguLufefe I answered bendinxile nyani kengok.
Me:"Hello baby"
Lufefe:"Ndicela uphume ndilapha phandle"
Me:"Andikhosekhaya ngoku"
Lufefe:"Uphi xa ungekho kowenu elixesha"
Me:"Ndisepartin"
Lufefe:"Minentle uthi usepartin"
Me:"Ewe"
Lufefe:"Yemarn! Zange nditsho ukba utsho xa usiya epartin"
Me:"Hayi andikhumbuli mna"
Lufefe:"Mxm iphi leparty ukuyo"
Me:"Yima kancinci ndibuze"
Lufefe:"Eish usisdenge kanjan!"
Ndiye ndarhweca uYolanda wandijomga
Me:"Kukwabani apha kanene"
Yolanda:"Ha ha.. Uzolandwa ngok my friend"
Me:"Hayi wethu khawuthethe lomntu unomsindo"
Yolanda:"Yoh ufumanekile sana. Mxelele ukba ukwaMnirror if uyakwazi"
Ndiye ndabuyela efounini xandisithi seyidrop'phile I tried call him. Hayi sana caba uzixelele ukuba akazuyi'bamba hayike nam ndayeka after tweenty'minnuts sendi'tipile ecouch'in ndive ngempama ndawavula kancinci amehlo ndabona nguLufefe lona ume phezkwam ndavele ndacimela. Bendisiva ukuba kuyangxolwa apha qha mna bendiziva mnandi butywala. Ndibone senditsalwa ngengalo nguLufefe wandibeka emagxeni waphuma nam yoh bekubanda phandle uye wayondifaka emotweni ebacksit wavala wayokhwela efront keyena wastarter ndalala... Ndava sendivusa ndavula amehlo bendise'bed(in) yakhe
Me:"Hayibo ndize njani apha"
Wandifaka impama uLufefe
Lufefe:"Jonga sundinyela wena vah"
Me:"Hayike'ngok Lufefe kunini undibetha nx!. Uyandinyela okwakho ma'an yeses! "
Lufefe:"Minentle uthini"
Me:"Undivile ma'an. Futhi undigoduse mna if awundifuni"
Into endenza ndimphendule ingxaki ebendenza umsindo kunini endibetha uye wanditsala ngengalo ndasuka ebed'in ndama ngenyawo ndathi ncaa kuye wandi'bamba kwi'figure then he kissed me ndabeka ingalo zam on top of his shoulder. Ndiye ndakhwelisa umlenze kuye wawubamba bendiyiva iDick yakhe iyaqina ndiye ndawuthoba umlenze wam ndahla kancinci'nakancinci ndamvula izip Haaah ndakhupha iDick yakhe ndamjonga ebusweni he bit his lower lip amehlo wakhe ebe'sexy
Lufefe:"Isn't that big or huge"
Me:"Ha ha.. No i'ma say is huge ha ha.."
Lufefe:"Ok baby masiyilinganise nengalo yakho" I looked at him. He was looking straight on my eye
Me:"Okay masijonge kodw i'm sure inkulu kunengalo yam leDick yakho"
Lufefe:"Hayi sundibaxa baby caba inkulu lomhlobo hayi sudlala apha"
Me:"Ok masijonge" Ndiye ndayibamba ngesinye isandla leDick ndayilinganisa nengalo yam ha ha... Bezilingana but not ncam
Lufefe:"Ha ha... Yabo ndiphethe baby"
Me:"Ah! Ndisuke ndoyika namhlanje kanjan"
Lufefe:"Hayi hayi hayi Mntuwam ungandenzeli lowei mna. Ngoku ndirhatshuke kanje"
Me:"Ha ha.. Ndiyadlala lets do it slowly ke baby" I sucked his dick kodw ibingangeni yonke tuu mnk!
Lufefe:"Yenza fast mntuwam please!" Ha ha.. I sucked him then ndasukuma wandikhulula uLufefe nam ndamkhulula now we were naked wandiphakamisa ndamgweqa ngemilenze waya nam ebed'in wandilalisa ngomqolo then wabamba iDick yakhe wayifaka kancinci
Me:"Aah darm! Lufefe"
Lufefe:"Ndenze slowly baby nhe"
I nodded wayenza lento yakhe uhmm I enjoyed every moment eyifaka ndacimela bekubuhlungu kamnandi. Wow! Hayike'ngoku caba udikiwe kukwenza kancinci ndimbone sesenza kakhulu eyifaka yonke sh**t kuvele kubebuhlungu xa esenza kanje
Me:"Lufefe Aah! Yandibulala "
Lufefe:"No baby soze ndikubulala nyamezela"
Hey kudala ndalala noLufefe but namhlanje andazi ingxaki ibiphi bekubuhlungu qha!
Me:"Suyifaka yonke please! Yima" Hayi sana caba uzixelele ukba akazundihoya okokoko endiqinisile esenza rough isinqa sakhe sifast
Lufefe:"Minnie! Minnie! Minnie! Aaah...!!!" I moaned he was groaning ndithi ekhwaza njenge Tiger ndithi bendimanzi zizi'sperms Negazi ibingu'nxunxunxu nje kum bendiyeke nokuyi'enjoy'ya lento ndiyenziwa nguLufefe bendikhala qha ngoku
ndabe ndijonge ecaleni yena he was kissing my neck eqinise nengubo caba ucinga ndzobaleka hayi shame he was enjoying him self phezukwam. Ndimbone setipile phezukwam ndamsusa ndakhe ndabethwa ngumoya ndozeka ndalala ndivuke ekuseni sendombathisiwe ngengubo wabe uLufefe engekho ecaleni kwam kwaseroomin phof. Ndavula lengubo yeses igazi bendinalo kwabe kubuhlungu ndiye ndasukuma ndaya kwishower ngokhawuleza ndahlamba noko kwatsho kwaphola kamnandi ndagqiba uhlamba then I lotioned my body then brushed my teeth. Ndayonxiba impahla zam eroomin ndalungisa iweave yam ndaya ekitchen uLufefe ebengekho ndaya efront ebengekho hayike'ngok. Ndaphuma phandle ndambona encokola nochommie bakhe uNdura wandikhomba uLufefe wanyeka wandijonga ndangqiyama ngencango ndasonga izandla zam waphinda wajonga kwichommie zakhe bancokola zahamba yena weza kum
Lufefe:"Hey Minnieza'wam sewuvukile and sewuhlambile uhmm" He kissed me wandi'bamba kwifigure sangena endlini
Me:"Yeah ezangubo uzimanzisileyo pha zizohlanjwa nguban"



Loading...
Subscribe to this Blog via Email :