Ibali Lentombi EJola NeGintsa Insert 32
Insert 32
Wasuke wayihleka uDieke wamyeka labhuti bama bobini bancokola
Dieke:"Yuh undothusile marn"
Guy:"Uyadika yazi unxilile nangok"
Dieke:"Ungabu uphinde uyenze lonto coz uyoze uzibhodise"
Guy:"Mxm. nguban lo uhamba naye"
Dieke:"Ohh nguMinnie. Minnie buya" Ebendkhweba ndiye ndasondela kubo
Me:"Eh lonto niphantse nandomelisa ngentlizio"
Guy:"Ha ha bendizdlalela'nje"
Me:"Mnk! udlala kakubi" Ndiye ndajonga uDieke
Dieke:"Ohh Ndura yicherry kaLufefe lena'ke"
Ndura:"Uhmm ndade ndambona. Kudala ndsiva ngawe"
Me:"Haibo kudala usiva? Usiva ngaban?"
Ndura:"Ngulomjita uLuh, kalok uyazi basela lamjita"
Me:"Ok mandnishiye ngoba kubukeka ingath niyazana"
Dieke:"Sure kesana uxelele uMpumie uba ndimkile"
I nodded ndajika ndahamba bebexabana futh ndava ngoDieke sesith"Uyand'abuser kodw" Ndanyeka tjoe lobhuti wafaka impama kuDieke yoh ndabaleka ndaya klachair-camp ndafika ndahlebela uMpumie uba uDieke uyabethwa pha nguNdura wasuke wathi mxm uMpumie
Me:"Ndicela undigoduse"
Mpumie:"Haibo khawuhlale ntombazana"
Me:"Ndzohlalela ntoni'na? Hai wethu Mpumie ndigoduse"
Guy1:"Iza ndkugoduse ngokwam"
Me:"Soree bhuti ndfuna ugoduswa ngulo ebendizisile"
Mpumie:"Ok... Baby masihamben ke soqale sise uMinnie kowabo"
Basukuma lobhuti ebendfuna nalo ebefuna uMpumie sahamba UMpumie ebebanjiwe ke yile Owu ahamba nayo coz ebenxile kakhul yena
Me:"Mpumie usihambisa njani nabantu esingabaziyo?"
Mpumie:"Hehake ngumhlola. Awubazi kanti"
Me:"Ewe"
Mpumie:"Ohh buza kubo kalok"
Mxm ndiye ndathula ngoba ababhuti bamane bejongana ingathi ikhona into ababale ngayo
siye safika ngaklemoto yabo wangena uMpumie nalo bhuti
Guy1:"Ha ha Ei wna Minnie babygirl ngawungene"
Me:"Andzukwaz shame hambani nina ndzoske ndifownele umntu wam azondithatha ngokwakhe"
Ndatsho ndicofa iphone yam ndfuna ufownela uLufefe this guy grabbed my phone Eh!
Him:"Ndithe ngena klemoto"
Me:"Heheh! Khawsapha iphone yam bhuti endngamaziyo"
Him:"Ingathi ngewuzingenela otherwise uzongena ungathandanga"
wathetha labhuti uhleli noMpumie ngaphakathi emotwen wathi"Yemfethu sucenga esisfebe. Faka lebitch ngenkani coz uyakubona lehoe uba uyayicenga ngok and niyand'libazisa mna"
Him:"Yazi unyanisile mfethu"
Eh wandbamba lobhuti efuna undifaka ngenkani klemoto andavuma wandfaka impama
"Wenzani?"Ndanyeka ibingu Lufefe lowo ebephole aphe entloko sana yazihleki'hlekisa leguy
Him:"Ohh ha,a lomntana ndfuna umgodusa qha yena akafuni"
Me:"Uyaxoka marn"
Him:"Ha,a bozza yam ungamameli lomntana ufathakile"
ULufefe wasondela klobhuti wamtsala ngeskipa
Lufefe:"Jonga'apha kwedini ungabu'phinde utouch lomntana yevah(He nodded)"
Leguy ingaphakathi xa ndjonga ayisekho kwayona kukho uMpumie yedwa ulele
Me:"Yoh umkile lona ebelapha ngaphakathi"
Lufefe:"Mxm jonga kesani godusa lomntana ukletransi if awayenza lento ndiytshoyo morc uyayazi ndidealer njani nabantu abenza izinto endingazi'ncwanya nhe"
Guy:"Yeah bozza yam ndzokwenza njalo ndithembe"
Lufefe:"Masihambe wena"
Wanditsala ngengalo sahamba that guy got in the sped off the car ebenomsindo uLufefe uye wandvulela icango kwimoto yakhe ndangena waliva ngomsindo wayongena naye then he drove on silent sayofika kwakhe sohlika sangena endlini yuh! Ndanyuka ukuya upstairs kwiroom yakhe ndafika ndazijula ebedin ndalala ndivuke uLufefe ephezukwam he was kissing my neck ndaqonda mandithule i stretched my legs wangena phakathi kwayo bendidiniwe kanjan
Lufefe:"Baby"
Me:"Mhh?"
Lufefe:"Andiyithandi lento yakho yosuke uye epartin ungatshongo kum"He looked straight on my eye
Me:"Soree asobe ndphinde yazi bendingarhaleli nokuya kephofu"
Lufefe:"Ok kodw andibathandi abantu abane empty promises ke andfuni ukwenziwa isbhanxa"
I smiled ncooah he kissed me
Me:"Undincamisa njani ndinomlomo unuka utywala"
Lufefe:"Hasuka marn andinangxaki nalonto mna ndiqhelene notywala kalok uhmm uhm mhm(he was kissing me)"
Tjoe bendimbawela yeeer ebeslowly keyena ndiye ndaguquka ndakhulula ipanty while efaka icondom ndanyusa idress wabangaphantsi yena I got on top of him dick nge:V: ndenza endidume ngazo> like backward forward oko ndsenza lonto ndakhe ndaphumla phezkwakhe ndabambelela ebedin ndajonga ecaleni ngoba ebendijongile emohlweni keyena ibindenza intloni kelonto
Lufefe:"Uhmm uyayenza into yakho baby"
Me:"Mxm" I got off... I laid on his cest
Lufefe:"Khawphinda kalok wenza kamandi"
Me:"Undiqhela kakubi wena yazi"
Lufefe:"Ha ha umm nangok nje baby azange ndaphiwa kamnandi ngalendlela undipha ngayo"
Me:"Ayikho enye into onothetha ngayo na?"
Lufefe:"Yandchaza kanjan wna. Kakade wafundiswa nguban ukwenza eziwei uzenza apha kum"
Khange ndimphendule yazi ndandifundiswe nguye ngoba ebendbukelisa nesexyMovie ndizibona phana zonke ezizinto and ke andfuni ubanda coz I remembered the time esithi uSaneze "Ubokhe uyikhwele ngokwakho indoda ikhe ive kamnandi nayo uyeke unyaba. Uyoze uthi indoda yakho iyacheater kanti isafuna uyozunywa okwayo
" kalok uOdzy ebebaphezukwam okokoko yena . Ezizinto ndizifundela apha kuLufefe iworse uthi ndenza kamandi kodwa ndenza into endingayi'qhelanga